Chikunda English Manyika Ndau Ndebele Shona 



Rhapsody of Realities (Isixhosa)

Pastor Chris Oyakhilome, DSc, D.D

Wednesday, 22 November 2017

Imivuzo KaMoya OyiNgcwele

"UThixo ke yena wongezelela ubungqina babo ngemiqondiso, imimangaliso, nangezenzo ezibonakalisa amandla akhe, ebanika neziphiwo zikaMoya oyiNgcwele ngohlobo athande ngalo"KuMaHebhere 2:4).

Encwadini esivule kune gama elithi, "iziphiwo". Eligama lichasiswa lisesuka egameni lesigiriki. Eligama lingelithi, "merismos". Lisitsho amacezu. Lisitsho amasheya. Eligama lishiyene nelo esilibona ku 1 KwabaseKorinte 12:4. Kulencwadi kunegama elithi "izipho" kwakhona. Kodwa eligama lichasiswa lisesuka egameni elithi, "charisma". Ligama lesigiriki kwakhona. Ngakho incwadi esivule ngayo kumele ibhalwe isithwa, "ngezipho zikaMoya oyiNgcwele".

Oku, kutshoni? UMsebenzi WabaThunywa 5:12 ithi, "Abathunywa benza imiqondiso nemimangaliso emininzi ebantwini. Bonke abakholwayo babehlangana eVarandeni kaSolomon.".

ILizwi likaThixo lithetha ngezimanga. Lithetha mayelana ngezboniso. Ezizinto zenziwa ngamapostora. Lamapostora akwenza ngezandla zabo. Kanti thina singobani? Singabantu abanjani? Sithi izandla zikaThixo. Sithi izandla zakhe ezivulekele ebantwini. Sithi esithwele amathamsanqa ezulu. Sithi esiwanikeza abantu. Isivumelwano esitsha sinamathamsanqa. Thina sithi esithwele lamathamsanqa. Sithi esiwanikeza abantu. Elinye lankamathamsanqa ngu Moya oyiNgcwele. Ngakho sithi esinikeza uMoya oyiNgcwele ebantwini. Sithi esiwahlulela abantu. Kungakho sisenelisa unika abantu uMoya oyiNgcwele. Bawfumana xa sifake izandla zethu phezu kwabo.

Exesheni elinintsi xa sithandazela abantu sithi, "Ndyakubusisa ngegama likaYesu. Ndyakubusisa ngeLizwi likaThixo. Ndyakubusisa ngoMoya oyiNgcwele". Sipha lamathamsanqa ebantwini. Siwahlulela kubo. Ngamathamsanqa kaMoya oyiNgcwele. UYesu wake wawugqithisela kubafundi bakhe. Sikufunda ku UYohane 20:22. Wathi, "... Yamkelani uMoya oyiNgcwele". Ababafundi bamkela umoya wovisisisa. Oku kwenza ukuba bavisisise imbhalo. UYesu wayebanike icezu loMoya oyiNgcwele. Wayebanike ingxenye yoMoya oyiNgcwele. Thina saphiwa amandla okukwenza. Singehlulela uMoya oyingcwele ebantwini. Aleluya.

Thandaza Usithi

Bawo wasezulwini. Ndyabulela. Wandinika amathamsanqa esivumelwano sobambano. Lamathamsanqa ayamangalisa. Kodwa phezu koko, undenze omnye wabantu abahlulela lamathamsanqa ebantwini. Ndithi lamathamsanqa maweze ebanganini bam', ebantwini bomzi wam', endisebenza nabo, namhlanje. Ndithi ababantu mabavuyelwe nguThixo namhlanje. Ngegama likaYesu. Ameni.

Ezinye Incwadi Ezixhasa Isifundo SanaMhlanje

2 KwabaseKorinte3:4-6

Umsebenzi WabaThunywa 8:14-17

Are you being blessed by the Rhapsody of Realities? You can become a partner, and help more people receive it daily, by sending money by EcoCash to: Star 151 star 2 star 5 star 58225 hash.

(You can also read this article at http://7.am )23