Chikunda English Manyika Ndau Ndebele Shona 



Rhapsody of Realities (Zim-Xhosa)

Pastor Chris Oyakhilome, PhD

Sunday, 18 September, 2016

Ungaqoqi Into Ezimbi

Ukuthanda imali zingcambu yazo iintlobo zobubi. Abanye bathe ngokusukelana nayo bahola elukholweni, baza bayingxwelerha imiphefumlo yabo ngeenzingo zonke. 1 Timoti 6:10

Kunabantu abathanda imali. Ababantu abehlulwa nto uba bafumane imali. Benza into ezimbi. Benza into ezintle.Abakhethi.Abantu abanje banobuhwaba bemali. Ngabo okuthethwa ngabo kuncwadi esivule ngayo. Kunabantu abenza imsebenzi eshiyeneyo. Lemsebenzi ayimihlanga. Eminye ngeyozibamba ngamandla. Bayenza bedinga imali. Bafuna ukwengezelela imali kule abanayo. Wena akumelanga wenze ngoluhlobo. Sowungowentlanga kaKrestu. ngakho , kunemsebenzi engamelanga yenziwe ngabantu balentlanga. Wena akumelanga wenze imisebenzi enje. Akumelanga udinge imali ngoluhlobo.

IBhayibheli liyathetha. Sikufunda ku 1 Timoti 6:11. Lithi, "Kodwa ke wena mntu uzinikele ngokupheleleyo kuThixo , zicezele zonke ezi zinto . Phuthuma ukulungisa , unqulo , ukuthemba, uthando, ukunyamazela, nobulali". UThixo ufuna uba uphile ubomi obunobuThixo. Ufuna ukuthi ubulungisa bubonakale kuwe. Akafuni ukuthi umxokise. Ufuna uba wenze into ezisegcekeni.

Kumele uthande uThixo. Kumele ube negunya loba uBukhosi bakhe bukhule. Ezizinto zizo okumele zikuthume ushumayela ilizwi likaThixo. Obubomi bunezinto ezihluphayo. Akumelanga uphazanyiswe ngezizinto. Akumelanga zesuse amehlo akho kokufanele ukwenze. UYesu unemyalo asinika yona. Sikufunda ku Yohane 6:33. Wathi, "Qalani nidinge ubukhosi bukaThixo , nobulungisa bakhe , okunye konke kuzawkwengezelelwa". Kumele unyamezelele iNkosi. Kumele ubenegunya lozisa uBukhosi bukaThixo emhlabeni. Kumele ubenegunya lozisa obuBukhosi emoyeni yabantu. Eligunya kumele livuthe. Okuhle kwalomhlaba kuza kuwe. Okuhle kukho okudingwa ngabantu balomhlaba.Kodwa zizawkuza kuwe. Awusoze ukudinge.

Imali ayimelanga yenze uba wehluleke. Engqondweni zakho akumelanga kube namaqhinga angaqondanga.Oku kukho esikukhuthazwa liBhayibhile. Sikufunda ku 1 KuTimoti 1:19. Lencwadi ithetha isithi, "Uxhobe ngokholo nangesazela esihlambulukileyo.Ngokudela isazela , abanye abantu balutyumza okweselwa elinamasi ukholo lwabo". Wena ungumntana wentlanga kaAbrahama. Ngakho umhlaba wonke ngowakho. Kungaba nabantu abenza okubi. Bakwenza ngendlela yodinga imali. Ababantu bengabe bebanintsi. Akunandaba. Shiyana nababantu. Ungabalandeli. Enza izinto ngendlela eshiyene neyabo. Awuna sizatho sothatheka uphaphazele. Awuna sizatho sokhathazeka. Into zonke ngezakho. Kukho esikuboniswa ku 1 Kwabase Korinte 3:21.

FAKAZA USITHI

Umna ndinengqondo zikaKrestu. Ngakho, ingqondo zam zihlanjululiwe. Ndihamba kubulungisa Ndi kwenzela uba iGama lakhe lingatyolwa. Engqondweni zam akunamzamo yokonela uThixo. Akunamzamo yokonela abantu. Ngakho, ndenza uba uThixo adunyiswe. Ndenza uba uThixo akhonzwe. Ameni.

Matthew 16:26

Ecclesiastes 5:10

2 Peter 2:15 GNB

(You can also read this article at http://7.am )