Chikunda Chitoko English Manyika Ndau Shona 



Rhapsody of Realities (Isixhosa)

Pastor Chris Oyakhilome, DSc, D.D

Thursday, 30 November 2017

Thetha Amazwi Alungele Uthethwa

"Umntu uya kugwetywa , okanye akhululwe, ngokwamazwi akhe"(UMatewu 12:37).

Amazwi abalulekile kakhulu. Abalulekiswa eBukhosini bukaThixo. Ungafuna uqoqa ubomi bakho. Amazwi akho ngawo owasebenzisayo ukukwenza. Ungafuna uhlala usoyisa. Ungafuna uhlala uphumelela. Amazwi akho ngawo akuncedisayo ukukwenza. Ngawo kwakhona owasebenzisayo ulungisisa into zobomi bakho. Amazwi akho ngawo enza uba usindiswe. Oku kukho esikuboniswa KwabaseRoma 10:10. Ithi, "Kaloku umntu ukholwa ngentliziyo , aze abe lilungisa phambi koThixo , uvuma ngomlomo , aze asindiswe.".

Kulencwadi kunamazwi amabini. Lamazwi ngawo abambe lencwadi. Elakuqala lithi, "intliziyo". Elesibini ngelithi, "umlomo". Intliziyo yakho yiyo oyisebenzisayo ukholwa. Ukholwa kukho okunika ubulungisa phambi kukaThixo. Kodwa usebenzisa uMlomo uthetha amazwi. Okuthetha kukho okukusindisayo.

Ilizwi elithi "umlomo" lichasiswa lisesuka egameni elithi, "stoma". Eli ligama lesigiriki. Litsho umlomo wesikhali. Ngakho umlomo wakho siskhali. Kumele uwusebenzise njengeskhali. Oku kukho esikubona Kwabase-Efese 6:17. Ithi, "Entloko thwalani usindiso. Phathani ilizwi likaThixo libe likrele enilinikwa nguMoya".

Wena kumele uthethe iLizwi likaThixo. Uzawbe usebenzisa isikhali. Isifo singeza emzimbeni wakho. Ungathethi ngaso. Ungakhononi. Sisike. Umlomo wakho nguwo owusebenzisayo usisika. Usisika ngothetha iLizwi likaThixo. EliLizwi kumele libe ngelithetha ngesisifo.

Okuthethayo kukho okwenzakalayo. Kumele ukukhumbule. Amazwi akho angalungisa izinto. Angabhidliza izinto. Amazwi akho anje ngakaYesu. Lamazwi ngumoya. Kwaye, ubomi. Okuthethayo kukho okufumanayo. Kukho okwathethwa nguYesu. Sikubona ku uMarko 11:23. Ku AMava eNgqondi 8:4 ithi Amazwi enkosi anamandla. Ngawo asetyenziswayo ugweba. Thina senziwa amakhosi. Senziwa amaprista. Singamaprista kaThixo. Sikufunda kuIsiTyhilelo 1:6. Senza okoyalela. Kukho okwenziwa ngamakhosi. Sithandaza njengamaprista. Ngakho singafuna ulungisisa ubomi bethu. Singafuna ulungisisa ubomi babanye. Sithetha iLizwi likaThixo. Yiyo indlela esikulungisa ngayo.

Ngakho sebenzisa umlomo wakho. Wusebenzise ngendlela. Thetha amazwi okumele athethwe. ILizwi likaThixo lilo okumele lithethwe. Lilo okumele silithethe lonke ixesha. Aleluya!

Thandaza Usithi

Bawo endimthandayo. Ndiyabulela. Amazwi akho abalulekile. Anika ubomi. Ayaphilisa. Ndiyabulela. EliLizwi libuysa iwonga ebomini bam. Liguqula ubomi bam. EliLizwi lihlala emoyeni wam. Likhona lilininzi. Lilo eliphuma emilonyeni yam. Ngakho ndiphila ngamaqhinga oThixo. Ndihleli ndinovuyo loMoya oyiNgcwele. Ndihleli ndinoxolo lukaMoya oyiNgcwele. Ngegama likaYesu. Ameni.

Ezinye INcwadi Ezixhasa Isifundo Sanamhlanje

UIsaya 49:2

Revelations 19:15

Mark 11:23

Are you being blessed by the Rhapsody of Realities? You can become a partner, and help more people receive it daily, by sending money by EcoCash to: Star 151 star 2 star 5 star 58225 hash.

(You can also read this article at http://7.am )


November 2017 Cover Testimony

Umna ndihleli ndibonga uThixo ngenxa yentshumayelo yoMalusi u Chris. LoMfundi kaThixo undisizile uba ndivisisise iLizwi likaThixo. Andikhathazeki ulivisisisa. Ngoku sendisazi uba ndingumntu weyphi intlanga. Ndiku Krestu Yesu. Ngakho ndiyoyisa! Ndagqibela unyangwa esibhedlela kwimnyaka emihlanu egqithileyo. Sendikwazi ukuba akumelanga ndigule kwakhona. ILizwi likaThixo lilo elandibonisayo. Ndinika uThixo udumo lonke!

H. Musonda; Zambia